Iindawo Zokurenta Inyanga eLabarces

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Pechón
Ukuphakama kweGaia
26 Sep – 24 Okt
Yi$1 928 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Llanes, Principado de Asturias, ES
Indlu entle embindini weLlanes, i-Wifi VUT 764-AS
30 Nov – 28 Dis
Yi$1 165 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-433
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Vicente de la Barquera
IFLETHI OKANYE INDLU EKWICOMPLEX EFANELEKILEYO E-LA BARQUERA
9 Mey – 6 Jun
Yi$2 353 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-188
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Vicente de la Barquera
I-Terrace nepuli enembonakalo yolwandle entle. Indawo yokupaka
11 Sep – 9 Okt
Yi$3 366 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.