Iindawo Zokurenta Inyanga eBilbao

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Casco Viejo
I-Balconied Old Town Apartment kufuphi neCathedral kunye noMlambo
16 Dis – 13 Jan
Yi$3 076 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-362
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Indautxu
IZIKO LEFLETHI OKANYE INDLU EKWICOM
31 Mat – 28 Epr
Yi$2 293 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Casco Viejo
Bonke ubuhle beDolophu Yakudala yaseBilbao
16 Nov – 14 Dis
Yi$4 042 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-334
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Bilbao
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo enendawo yokupaka
8 Jan – 5 Feb
Yi$2 077 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBilbao

I-Stadium yase-San Mamesbayi 80 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Guggenheim Museum Bilbaobayi 437 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mercado de la Riberabayi 133 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Palacio Euskaldunabayi 64 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Teatro Arriagabayi 110 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bilbao Arenabayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Basque Country
  4. Biscay
  5. Bilbao
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga