Iindawo Zokurenta Inyanga eLac de Montsalvens

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Val-de-Charmey
Isitudiyo esine-terrace e-Charmey
21 Nov – 19 Dis
Yi$2 241 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-193
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Val-de-Charmey
Isitudiyo esipholileyo nesikhanyayo
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 198 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Crésuz
Istudiyo esithuleyo saseHeidi, iindawo ezintle
16 Feb – 16 Mat
Yi$2 233 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Crésuz
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga yale mihla ekwindawo ekhethekileyo eGruyère
24 Okt – 21 Nov
Yi$3 994 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.