Iindawo Zokurenta Inyanga eLélex

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Lélex
🏞I-Studio Lélex 2⭐ - iinyawo zamathambeka - ukujonga iintaba
23 Dis – 20 Jan
Yi$1 287 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Lelex
Iflethi F2 kwindawo yokuhlala, LELEX
4 Dis – 1 Jan
Yi$1 634 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lélex
Cocon chaleureux à la montagne
13 Sep – 11 Okt
Yi$875 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Lélex
🏞I-Apt F2 Lélex 2⭐- iinyawo zamathambeka - ukujonga iintaba
6 Okt – 3 Nov
Yi$1 006 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLélex

Hotel du Centrebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Au Bon Saucissonbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant le Dahubayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Auberge/Restaurant La Guienettebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Skishop Lélexbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sherpa Supermarché Lélexbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Auvergne-Rhône-Alpes
  4. Ain
  5. Lélex
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga