Iindawo Zokurenta Inyanga eLos Antolinos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
I-townhouse e-San Javier
Indlu Yamhlanje yasekhaya, imizuzu eyi-8 ukuya elunxwemeni w/2 BD
28 Okt – 25 Nov
Yi$1 143 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Pedro del Pinatar
Apartment San Pedro del Pinatar (Lo Pagan)
30 Epr – 28 Mey
Yi$887 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
ISuperhost
I-townhouse e-San Pedro del Pinatar
I-Sol de Murcia. Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga epholileyo
29 Nov – 27 Dis
Yi$1 028 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Pedro del Pinatar
Ático totalmente equipado
12 Nov – 10 Dis
Yi$1 059 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.