Iindawo Zokurenta Inyanga eLos Nietos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Los Nietos
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ephuli ekufutshane nolwandle
13 Sep – 11 Okt
Yi$2 001 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Los Urrutias
Apartamento en la playa
22 Nov – 20 Dis
Yi$801 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
ISuperhost
Iflethi e-La Manga
Divertido apartamento entre dos mares.
9 Dis – 6 Jan
Yi$994 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-48
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Manga
Precioso apartamento en primera línea del mar
24 Feb – 24 Mat
Yi$576 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.