Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMinneapolis

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Minneapolis
Modern, cozy & convenient
2–30 Mat
Yi$3 003 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Minneapolis
Le mihla - i-Wi-Fi ekhawulezayo - Indawo yokupaka yasimahla - W/D
4 Epr – 4 Mey
Yi$2 289 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Minneapolis
Iflethi eMinneapolis kufuphi neDowntown & Airport
4 Mey – 1 Jun
Yi$1 760 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Minneapolis
Izinto ezinokusetyenziswa zale mihla ze-NE MPLS, ubuhle bezinto zakudala!
8 Mey – 7 Jun
Yi$2 374 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMinneapolis

U.S. Bank Stadiumbayi 246 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Target Fieldbayi 236 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Target Centerbayi 167 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Minneapolis Institute of Artbayi 524 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Centre ye-Convention ye-Minneapolisbayi 78 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Armorybayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.