Iindawo Zokurenta Inyanga eRochester

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rochester
Indawo engcwele yokuphumla kwimizuzu nje ukusuka eMayo Clinic
22 Jan – 19 Feb
Yi$1 481 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-213
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Rochester
Indlu yabucala etofotofo, iimayile eziyi-2.5 ukusuka edolophini
30 Epr – 28 Mey
Yi$1 333 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rochester
Ipholile, icocekile, isemgangathweni 1 BR apt. in 4plex
16 Jul – 13 Aga
Yi$1 300 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-122
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rochester
UKUTHENGISA: Indawo yokuphola ehlaziyiweyo kufutshane naseMayowagen
13 Jun – 11 Jul
Yi$1 906 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-189

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRochester

Apache Mallbayi 62 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mayo Clinicbayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Center ye-Nature ye-Quarry Hillbayi 81 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Texas Roadhousebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Canadian Honker Restaurantbayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.