Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint Paul

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint Paul
Mel's Hideaway-Retreat in the Heart of the Cities
23 Nov – 21 Dis
Yi$1 951 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint Paul
I-Quaint & Thula kwiGrand Hill
3–31 Mey
Yi$1 889 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint Paul
Imizuzu emi-5 yokuhamba ukuya eMacalester 1/2 mile ukuya kwi-Allianz Field
24 Jul – 21 Aga
Yi$2 666 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint Paul
Cozy 2 Bedroom Bungalow
21 Epr – 19 Mey
Yi$1 825 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint Paul

I-Xcel Energy Centerbayi 132 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Como Park Zoo & Conservatorybayi 278 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Minnesota State Fairbayi 69 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Allianz Fieldbayi 47 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Minnesota History Centerbayi 138 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ordway Center for the Performing Artsbayi 65 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.