Iindawo Zokurenta Inyanga eCangas de Onís

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Margolles
CANGAS DE ONIS INDLU YASEMAPHANDLENI KUNYE NEENDAWO EZIBUKWAYO
8 Okt – 5 Nov
Yi$3 230 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-240
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Cangas de Onis
I-Casa Cangas de Onis Picos de Europa
21 Okt – 18 Nov
Yi$3 914 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Sardedo
I-Casa "San Juan", Ribadesella. Imizuzu eyi-5 ukusuka elwandle
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 738 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Margolles
Indlu yaseCangas de Onis yasemaphandleni enendawo yokutshona kwelanga
8 Dis – 5 Jan
Yi$4 700 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-75

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Asturias
  4. Miyar
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga