Iindawo Zokurenta Inyanga eModane

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Modane
Iflethi enkulu (malunga ne-125m2) abantu abayi-8 eModane
25 Jun – 23 Jul
Yi$1 709 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fourneaux
iflethi 46m2 embindini weVanoise Park
12 Sep – 10 Okt
Yi$2 051 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Modane
Yonke indawo: iflethi okanye indlu ekwicomplex.
12 Nov – 10 Dis
Yi$2 014 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Modane
Iflethi entle kakhulu enefenitshala eModane.
25 Okt – 22 Nov
Yi$1 916 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseModane

La Normabayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Valfréjusbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Il Peppucciobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Maison Penchéebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pulcinellabayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Intermarché Super et Drivebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.