Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMoissac

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Moissac
Indlu eqhelekileyo kwisixeko esidala -ENGLwagen-
28 Mat – 25 Epr
Yi$1 532 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Moissac
[L 'Atelier]I-Coté Indus-Hyper Centre-Cour-CLIM
11 Sep – 9 Okt
Yi$844 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Moissac
I-L'Appart Cozy kwisixeko sakudala saseMoissac
5 Mat – 2 Epr
Yi$1 468 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Nicolas-de-la-Grave
"La suite Marie" by Authentique Conciergerie
28 Okt – 25 Nov
Yi$1 026 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMoissac

Abbaye Saint Pierrebayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hôtel & Spa Le Moulin De Moissacbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
restaurant LE KIOSQUE DE L'UVARIUMbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pont-Canal Du Cacorbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cinéma Concordebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Florentinbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.