Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Nebo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Wights Mountain
Windermere Lodge - Idyllic peaceful bush retreat
26 Sep – 24 Okt
Yi$3 354 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-164
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Kobble Creek
Ukuphunyuka Kwelizwe Elizolileyo
30 Mat – 27 Epr
Yi$2 461 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Taringa
I-Studio Apartment Taringa - Kufuphi ne CBD & UQ
15 Okt – 12 Nov
Yi$1 270 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kobble Creek
I-Figtree Self equkethwe Cottage
13 Aga – 10 Sep
Yi$2 171 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.