Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Ngungun

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Peachester
I-Peachester Retreat
12 Sep – 10 Okt
Yi$1 250 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-203
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Glass House Mountains
I-Glasshouse Mountains Lodge
16 Jul – 13 Aga
Yi$2 659 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-169
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Beerburrum
Igumbi lokulala eliyi-1 le-studio kunye ne-Tibro View
27 Mat – 24 Epr
Yi$1 744 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Landsborough
I-Duckin ezimbini
30 Mat – 27 Epr
Yi$1 586 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.