Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Ophir

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Melaka
I-Papa Studio @ Imperio kunye ne-Sea View & Pool View
12 Sep – 10 Okt
Yi$559 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-178
ISuperhost
Iflethi e-Malacca
I-Mahkota Residence Premier Suite Melaka
12 Epr – 10 Mey
Yi$790 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-599
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Melaka
I-Melaka Ocean Blue Atlantis | I-Netflix | Kufuphi neJonker
16 Epr – 14 Mey
Yi$629 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-192
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Melaka
Atlantis Residence 1 BR/Netflix
9 Dis – 6 Jan
Yi$356 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-21

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.