Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Pancar

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kecamatan Babakan Madang
Ikhaya elitofotofo, elineyadi enkulu engasemva
15 Jul – 12 Aga
Yi$1 350 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-178
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Tanah Sereal
nDalem Julang Bogor - Indlu yaseJavanese 2BR
29 Epr – 27 Mey
Yi$976 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kecamatan Cisauk
Iflethi ekufutshane NE-ICE & Aeon mall BSD-Vidhyaloka2
26 Aga – 23 Sep
Yi$604 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
ISuperhost
Indlu e-Bogor
I-Pondok Pakuan, ikhaya lakho elihle lase-Indonesian
29 Mey – 26 Jun
Yi$938 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.