Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Pleasant, EVancouver

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Downtown Eastside
Licensed 2024 Gallery Mira! Close to downtown!
28 Sep – 26 Okt
Yi$2 163 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-EVancouver
I-Garden Suite-Quiet/Private&Central
8 Nov – 8 Dis
Yi$2 042 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-144
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-EVancouver
Modern Micro Suite near Hip Main St
1–29 Epr
Yi$2 149 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-250
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Mt. Pleasant
Peaches 'n' Dreams: Lovely Studio Suite
26 Dis – 25 Jan
Yi$2 627 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Pleasant, EVancouver

Save-On-Foodsbayi 97 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Canadian Tirebayi 48 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sal y Limónbayi 182 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Creekside Community Recreation Centrebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mount Pleasant Community Centrebayi 48 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tap & Barrel • Olympic Villagebayi 186 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.