Iindawo Zokurenta Inyanga eMuan-gun

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mokpo-si
I-New Mood In️ Mokpo/Ukunethezeka njengekhaya lam/ixesha lokuphuma lingalungiswa
30 Epr – 28 Mey
Yi$1 833 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
ISuperhost
Indlu engasemva e-Jeongeup
Gqibezela indlu phantsi kwentaba # Choncance # Cauldron belly # Impermung # Netflix # Wi-Fi
16 Jul – 13 Aga
Yi$1 878 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-276
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Samhyang-eup, Muan-gun
Indlu ekwimo ye-Mokpo & Namak indawo yokuhlala etofotofo necocekileyo
30 Epr – 28 Mey
Yi$1 637 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Samhyang-eup, Muan-gun
목포 아파트숙소/무료주차/전남도청/롯데아울렛
15 Epr – 13 Mey
Yi$2 105 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-15

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMuan-gun

평화광장bayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
목포해상케이블카(주)bayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Colombang Patisseriebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mokpo Modern History Museum 1 (I-Former Japanese Consulate)bayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Rock ye-Gatbawi ye-Mokpobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lotte outlets Namak pointsbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.