Iindawo Zokurenta Inyanga eNashua

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Hollis
I-Pine Estate - Igumbi lakho lokulala
18 Epr – 16 Mey
Yi$3 128 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Merrimack
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle elinebhedi enkulu nendawo yokungena yabucala
25 Mat – 22 Epr
Yi$2 500 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Nashua
Spacious loft on Main Street
23 Sep – 21 Okt
Yi$1 645 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-48
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Merrimack
Historic 1-Bedroom Apartment
21 Jan – 18 Feb
Yi$2 210 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNashua

Pheasant Lane Mallbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ipharki yaseMine Fallsbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pressed Cafebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Whole Foods Marketbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
110 Grill - Nashuabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hayward's Ice Creambayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.