Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNatzaret, Poblats Marítims

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-València
Indawo entle ehlaziyiweyo. Yiya kwisixeko sobugcisa kunye nezibuko.
21 Epr – 19 Mey
Yi$2 917 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Poblats Maritims
Elegante planta baja con patio
9 Epr – 11 Mey
Yi$2 482 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Valencia
Estudio individual con cocina
21 Jul – 18 Aga
Yi$1 363 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Poblats Maritims
Casa Mosaico (P2)
5 Mey – 6 Jun
Yi$2 499 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNatzaret, Poblats Marítims

Parque Polideportivo Natzaretbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aquilinobayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Mesobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bar los roquesbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casa Jomibayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Supermercado Consumbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.