Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNeudorf, Strasbourg

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Neudorf
Igumbi leSoda
25 Mat – 22 Epr
Yi$1 227 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Neudorf
Logement privé avec parking
19 Jul – 16 Aga
Yi$1 326 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Neudorf
Grand 1 pièce - Centre-Ville - Internet - Confort
17 Jul – 14 Aga
Yi$950 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Neudorf
Modern apt for 2: business & leisure /10min center
11 Sep – 11 Okt
Yi$1 415 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNeudorf, Strasbourg

Ipharki ye-Place de l'Étoilebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Citadel Parkbayi 97 abantu basekuhlaleni abayincomayo
UGC Ciné Cité Strasbourg Etoilebayi 159 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isikebhebayi 84 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rivetoilebayi 187 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Stadium yaseMeinaubayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Grand Est
  4. Bas-Rhin
  5. Strasbourg
  6. Neudorf
  7. Iindawo Zokurenta Inyanga