Iindawo Zokurenta Inyanga ePanguitch

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Panguitch
Yonwabela iWinter Wonderland nguBryce neZion!
26 Jan – 23 Feb
Yi$2 074 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-241
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Panguitch
Indlu esemaphandleni esemaphandleni
3–31 Aga
Yi$1 711 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-299
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Panguitch
I-Kokopelli 's Retro Retreat
16 Jul – 13 Aga
Yi$2 488 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-215
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Panguitch
Indlu esemaphandleni, Sine-A/C
8 Nov – 6 Dis
Yi$2 166 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-425

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePanguitch

Cowboy's Smokehouse Cafebayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
C Stop Pizzabayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kenny Raysbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Henrie's Drive Inbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Joe's Main Street Marketbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Panguitch GEM Theaterbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.