Iindawo Zokurenta Inyanga ePochutla District

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Puerto Ángel
I-Casa Faro (Inqaba enesibane phezulu)
11 Nov – 9 Dis
Yi$3 400 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zipolite
I-Akumal by Villa Blue Bay
10 Jun – 8 Jul
Yi$2 004 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-170
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Zipolite
Indlu yamaplanga (Luna 1) ikumgama wemizuzu eyi-5 ukusuka elunxwemeni
7 Aga – 4 Sep
Yi$1 299 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-194
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Playa Estacahuite
I-Casa Calypso (Azul) Ubuhle baselwandle
6 Okt – 3 Nov
Yi$2 347 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-211

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.