Iindawo Zokurenta Inyanga ePointe du Barrou

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sète
Iinyawo emanzini eMzantsi
3–31 Jan
Yi$1 913 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sète
Isitudiyo sokuqala esinomatshini OKHUPHA UMOYA OBANDAYO OKANYE OSHUSHU kwimizuzu eyi-3 ukusuka eGare SNCF
29 Dis – 26 Jan
Yi$1 617 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Balaruc-les-Bains
Jolie studio très ensoleillé à 200m des Thermes
24 Nov – 22 Dis
Yi$670 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
ISuperhost
Indlu e-Sète
Indlu encinci enendawo yokuphola engaselunxwemeni lweTau Lagoon
5 Dis – 2 Jan
Yi$2 019 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-48

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Occitanie
  4. Hérault
  5. Sète
  6. Pointe du Barrou
  7. Iindawo Zokurenta Inyanga