Iindawo Zokurenta Inyanga eProvidencia

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Providencia
IFLETHI OKANYE INDLU EKWICOMPLEX EPHELELEYO, IBHEDI ENKULU, A/C
18 Feb – 18 Mat
Yi$887 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Providencia
Buka Iivenkile Zokutyela Zasekuhlaleni kwiFlethi Ekwindawo Epholileyo
26 Sep – 24 Okt
Yi$1 255 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Providencia
I-Vista Panorámica Providencia - eChile
2–30 Okt
Yi$1 050 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santiago
INTLE. Imboniselo Engaphephekiyo
11 Mat – 8 Epr
Yi$554 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseProvidencia

Costanera Centerbayi 1 273 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yaseBicentennialbayi 416 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sky Costanerabayi 105 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Patio Bellavistabayi 313 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cerro San Cristobalbayi 981 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall Costanerabayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.