Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSantiago

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santiago
Bellas Artes neighborhood, A/C, Full equiped.
25 Jul – 22 Aga
Yi$894 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santiago
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enefenitshala, engacacanga, eSanta Lucia.
21 Okt – 18 Nov
Yi$609 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Providencia
IFLETHI OKANYE INDLU EKWICOMPLEX EPHELELEYO, IBHEDI ENKULU, A/C
18 Feb – 18 Mat
Yi$887 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santiago
INTLE. Imboniselo Engaphephekiyo
11 Mat – 8 Epr
Yi$554 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSantiago

Plaza de Armasbayi 452 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Movistar Arenabayi 74 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yase'O'Higginsbayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yezulubayi 668 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yaseAlmagrobayi 70 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Patio Bellavistabayi 313 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.