Iindawo Zokurenta Inyanga eRoby

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Snyder
I-Jubile ngu @TippTopProperties
11 Epr – 9 Mey
Yi$1 933 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-201
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Snyder
Yenziwe ngu @ TippTopProperties
13 Okt – 10 Nov
Yi$2 856 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Abilene
Indawo Encinci Yokuphumla
1–29 Jul
Yi$1 256 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Tuscola
Indlu Yamaplanga Yelizwe Leenkomo
2 Feb – 2 Mat
Yi$1 388 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-29

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.