Iindawo Zokurenta Inyanga eRock Springs

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Reedsburg
Ifama efudumeleyo ekwii-acre eziyi-22 ezinamahlathi (amagumbi okulala ayi-2)
3 Jun – 1 Jul
Yi$5 166 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Baraboo
I-Orchard Prairie B&B
28 Mat – 25 Epr
Yi$3 215 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-259
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wonewoc
Umlambo ompontshwayo we-Air BnB
18 Epr – 16 Mey
Yi$1 979 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-227
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Briggsville
I-Lake House kwi-Mason Lake entle
25 Mat – 22 Epr
Yi$1 986 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.