Iindawo Zokurenta Inyanga eRodern

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thannenkirch
I-GITE 70 M2 YONKE INTUTHUZELO+30 M2 PHANTSI
24 Feb – 24 Mat
Yi$1 705 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ribeauville
Indawo eneyadi embindini weRibeauvillé
21 Feb – 21 Mat
Yi$1 316 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-293
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ribeauvillé
"Chez Noah Le Vigneron"
24 Okt – 21 Nov
Yi$956 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-169
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lièpvre, France
Indlu yakho wedwa, iziko le-Alsace, ipuli yokuqubha + IGADI YASEMZANTSI
12 Okt – 9 Nov
Yi$2 119 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-306

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Grand Est
  4. Haut-Rhin
  5. Rodern
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga