Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Aygulf, Var

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fréjus
I-studio esine-air-conditioned 50m ukusuka elwandle kunye neevenkile
9 Jan – 6 Feb
Yi$1 175 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-215
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fréjus
F2 iflethi - Sea 100 m - Terrace - Iivenkile
21 Mat – 18 Epr
Yi$977 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Raphaël
La Petite Pinède, 2 pers.
5 Mat – 2 Epr
Yi$649 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fréjus
Charmant studio Fréjus Plage
10 Nov – 8 Dis
Yi$739 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint-Aygulf, Var

Umgwaqo weBotaniki weParc Arecabayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Botafogobayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bleu et Blancbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Polynesia Beachbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
U Expressbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jetfunevasionbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.