Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Bauzille-de-Putois

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Saint-Bauzille-de-Putois
Indlu yasezilalini ngasemanzini!
6 Mat – 3 Epr
Yi$1 268 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bez-et-Esparon
I-Le Pavillon, uxolo kunye nokuzola eCevennes
5 Jun – 3 Jul
Yi$1 000 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Hippolyte-du-Fort
Charmant studio avec terrasse dans les Cévennes
24 Mat – 21 Epr
Yi$654 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint-Bauzille-de-Putois
Maison sur le bord de l'Hérault
4 Okt – 1 Nov
Yi$1 877 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint-Bauzille-de-Putois

La Grotte des Demoisellesbayi 53 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Canoë Le Moulinbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Canoë Montana - Location canoë - Hérault - Montpellierbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Verseaubayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Canoe 34: Suspension Bridge The canoebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Saint Bonheurbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.