Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Benoît-la-Forêt

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Huismes
Indlu esemaphandleni epholileyo kufutshane nehlathi nge-16 min C.N.P.E
20 Okt – 17 Nov
Yi$1 374 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-253
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Azay-le-Rideau
Isitudiyo esinoxolo entliziyweni yeAzay, Ilinganiswe 3 * *
11 Nov – 9 Dis
Yi$810 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-162
ISuperhost
Indlu e-Rivarennes
Ukutyelela eziyi-16 ngaphakathi kweekhilomitha ezingama-20, ukuzola, indalo! 1
27 Dis – 24 Jan
Yi$743 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-229
Ithandwa zindwendwe
I-windmill e-Chinon
I-Le Vieux Moulin, eChinon
30 Aga – 27 Sep
Yi$2 061 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-266

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.