Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Bonnet-le-Froid

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dunières
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo ngedune dune
7 Dis – 4 Jan
Yi$717 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-214
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Rochepaule
Isitudiyo esihle "Oh Tilleul"
27 Mat – 24 Epr
Yi$823 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-34
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Riotord
Iflethi ekumgangatho ophantsi kwindlu enendawo yokuphola yale mihla
25 Epr – 23 Mey
Yi$671 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-34
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Saint-Pal-de-Mons
Le p’tit Levant
12 Mey – 9 Jun
Yi$1 362 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint-Bonnet-le-Froid

Régis & Jacques MARCONbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Les Sources du Haut Plateaubayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bistrot La Coulemellebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.