Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint Niklaus

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sankt Niklaus
Isitudiyo sanamhlanje eSt. Niklaus (kufutshane neZermatt)
15 Jul – 12 Aga
Yi$3 054 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sankt Niklaus
I-Bergblick
16 Jan – 13 Feb
Yi$1 143 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gasenried
„Chalet Mikado“ Wohnung
18 Nov – 16 Dis
Yi$1 532 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gasenried
„Chalet Mikado“ Studio
18 Okt – 15 Nov
Yi$1 325 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint Niklaus

Hotel la Réservebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Walliserkannebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bergfreundbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant zum Seebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Bärgji-Alpbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Coop Supermarkt Grächenbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.