Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint Peter

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Jenaz
Phakathi kweendawo zokutyibiliza emkhenkceni. Ngoko ke. Ukunyuka intaba nokuhamba ngebhayisekile
4 Mey – 1 Jun
Yi$1 176 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Says
Iflethi okanye indlu ekwicomplex e-Graubünden
22 Okt – 19 Nov
Yi$1 772 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-317
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Malix
I-Malix, yindawo efunyanwa ngabantu abathanda indalo. Intsha ne-sauna
26 Okt – 23 Nov
Yi$3 045 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-122
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saas im Prättigau
Uxolo, ilanga, ilizwe kunye nendalo. I-Ganz nah action pur!
22 Epr – 20 Mey
Yi$1 720 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.