Iindawo Zokurenta Inyanga eSanta Catalina de Sena

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Tlalixtac de Cabrera
Indlu enevaranda emazantsi eNtaba iOaxacan
28 Dis – 25 Jan
Yi$935 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Santa María del Tule
Beautiful Gray Tule House Oaxaca
14 Mey – 11 Jun
Yi$1 321 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tlalixtac de Cabrera
Igugu elincinci lokuhombisa elikufutshane ne-Oaxaca City
24 Aga – 21 Sep
Yi$2 139 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tlalixtac de Cabrera
Iflethi entle enefenitshala Umgangatho wokuqala "Coyote"
19 Okt – 16 Nov
Yi$667 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.