Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSenden

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Senden
Ferienwohnung im Kley
29 Jan – 26 Feb
Yi$716 ngenyanga
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Senden
"Felix" Apartment in Senden, Nähe Münster
22 Aga – 19 Sep
Yi$1 382 ngenyanga
Igumbi lakho lokulala e-Senden
unique location - private room for you
12 Epr – 10 Mey
Yi$872 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-Nottuln
Igumbi eliqaqambileyo, elitofotofo elinegumbi lokuhlambela eMünsterland
19 Mat – 16 Epr
Yi$939 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSenden

Burg Vischering Museumbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eymann Saunabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Essmann's Backstube GmbHbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.