Iindawo Zokurenta Inyanga eSpider Lake

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Traverse City
"Spring on the Lake" Up North, TC/Spider Lake
10 Nov – 8 Dis
Yi$2 328 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-212
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Traverse City
I-Hobbit House kwi-Spider Lake
21 Okt – 18 Nov
Yi$4 963 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Traverse City
Indlu yamachibi enamagumbi okulala amabini asandul 'ukulungiswa
22 Jan – 19 Feb
Yi$4 646 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-436
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Traverse City
Indlu entle ekuthiwa yi-Traverse City Lakehouse - izilwanyana zasekhaya zivumelekile
27 Okt – 24 Nov
Yi$8 827 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.