Iindawo Zokurenta Inyanga eSpring Lake Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Asbury Park
Indawo yokuphola elwandle ethe cwaka nekuthi cwaka kuyo!
27 Okt – 24 Nov
Yi$2 226 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-297
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Lake Como
I-Sea Glass & Lavender Cottage
9 Okt – 6 Nov
Yi$4 720 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
ISuperhost
Indlu e-Belmar
Indlu kanokutsho eneebloko eziyi-4 ukusuka elunxwemeni
2–30 Okt
Yi$5 148 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-385
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Neptune City
Cute, Cozy Cottage By The Shore
6 Mat – 3 Epr
Yi$3 090 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.