Iindawo Zokurenta Inyanga eSpringston

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Burnham
Yonke iyunithi yokuphumla ikhaya lasemaphandleni elikude nekhaya
10 Jul – 7 Aga
Yi$1 403 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-188
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Tai Tapu
Indawo yokuphola kwilizwe ebukekayo - iquka isidlo sakusasa
16 Jul – 13 Aga
Yi$926 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-183
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Rolleston
Indlu esemaphandleni eyakhiwe ngo
6 Jun – 4 Jul
Yi$1 564 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-159
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Swannanoa
I-Lanreath Cottage
29 Jan – 26 Feb
Yi$970 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSpringston

New World Lincolnbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Famous Grouse Hotelbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Laboratorybayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.