Iindawo Zokurenta Inyanga eSt. Martin Island

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Escanaba
I-Beck Plaza extended Stays Suite B
30 Mey – 27 Jun
Yi$1 760 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Washington
I-Gull Cottage Waterfront Home eWashington Island
14 Nov – 12 Dis
Yi$4 892 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-231
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Escanaba
I-Beck Plaza Yandisiwe Yeendawo Zokuhlala A
23 Aga – 20 Sep
Yi$2 036 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-137
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Escanaba
Indlu engaselwandle Kwisanti Entle Kufuphi ne-Escanaba
21 Okt – 18 Nov
Yi$4 133 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-232

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.