Iindawo Zokurenta Inyanga eSunshine Coast Regional District

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Sechelt
I-Cozy Ocean View Suite
25 Sep – 23 Okt
Yi$1 619 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-302
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Gibsons
The Basket Weaver's Cottage
9 Jun – 7 Jul
Yi$2 015 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Roberts Creek
I-East Creek Studio
30 Epr – 28 Mey
Yi$2 168 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-432
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Gibsons
Umntla weSoames Hill Cottage
30 Dis – 27 Jan
Yi$2 883 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.