Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTanti

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi e-Tanti
Departamento con vista a las sierras en Tanti
19 Mat – 16 Epr
Yi$1 080 ngenyanga
Indlu e-Villa Carlos Paz
Casa centro de Villa Carlos Paz. Wifi. Piscina
8 Jun – 6 Jul
Yi$177 ngenyanga
Indlu e-Córdoba
HERMOSA CASA DE MONTAÑA EN VILLA CARLOS PAZ
9 Nov – 7 Dis
Yi$385 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Villa Carlos Paz
Hermoso Dpto centrico a cdras del reloj Cucu.
18 Feb – 17 Mat
Yi$297 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.