Iindawo Zokurenta Inyanga eTartu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tartu
Isitudiyo esinomoya wembali weTartu embindini
25 Dis – 22 Jan
Yi$917 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tartu
Iflethi okanye indlu ekwicomple
29 Mey – 26 Jun
Yi$920 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tartu
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo neseyakho wedwa (konditsioneer)
8 Mat – 5 Epr
Yi$745 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Tartu
Iflethi okanye indlu ekwicomplex
22 Mat – 19 Epr
Yi$726 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTartu

I-AHHAA Science Centrebayi 52 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lõunakeskusbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
V Spa Hotel and Conference centrebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tartu Kaubamajabayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kvartalbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum National ye-Estoniabayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.