Iindawo Zokurenta Inyanga eThe Blue Mountains

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Blue Mountains
Ski In/Out Chalet Condo 2B/2B, Great View, Hot Tub
10 Mey – 9 Jun
Yi$1 654 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-239
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-The Blue Mountains
I-Foxwood Retreat - Ukungena /Ukutyibilika ekhephini
3 Epr – 1 Mey
Yi$2 457 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-The Blue Mountains
Isitudiyo kwiiBlue Mountains
24 Nov – 24 Dis
Yi$1 228 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Collingwood
I-Sun & Ski Garden - Unyaka wonke ubumnandi kunye nokuphumla
16 Mat – 17 Epr
Yi$1 727 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThe Blue Mountains

Blue Mountain Villagebayi 319 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Scandinave Spa Blue Mountainbayi 288 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iintlobo zezemvelo ze-Scenic Cavesbayi 259 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Craigleith Provincial Parkbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Blue Mountain Resorts Ltdbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Northwinds Beachbayi 67 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.