Iindawo Zokurenta Inyanga eThodupuzha

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Ramamangalam
Indlu esemaphandleni ezolileyo kunye ne-Spectacular Riverview
2–30 Aga
Yi$928 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Cherthala
I-Emerald Backwater Villa.
16 Epr – 14 Mey
Yi$913 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Kumarakom
I-Little Chembaka- i-Villa yabucala kunye ne-River View
26 Jun – 24 Jul
Yi$1 521 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Muhamma
Amanzi Apholileyo- Ipuli enendawo yokuphola ngasemva
24 Jun – 22 Jul
Yi$2 285 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.