Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eThônes

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Thônes
I-Charvin eqeshisayo 4*. Iflethi entsha abantu abayi-4.
2–30 Okt
Yi$1 687 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thônes
Isitudiyo esitsha kwifama elungisiweyo, iThônes, Annecy
10 Nov – 8 Dis
Yi$1 751 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thônes
I-STUDIO se-30m2 entliziyweni yentlambo eyonwabileyo!
1–29 Epr
Yi$1 584 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Les Villards-sur-Thônes
Studio en montagne
Yi$1 206 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThônes

Lidlbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Farto, Cooperative of Reblochon Fermierbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Carrefour Marketbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Ferme de Lorettebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Le Chalet de l'Aulpbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hôtel Restaurant Les Sapins Wellness & Gourmetbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.