Iindawo Zokurenta Inyanga eThonon-les-Bains

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thonon-les-Bains
I-T2 embindini wesixeko enendawo yokupaka #19
11 Jan – 8 Feb
Yi$1 546 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Thonon-les-Bains
Beau T2 calme, proche centre-ville avec garage
15 Okt – 12 Nov
Yi$1 712 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thonon-les-Bains
Studio idéal pour curistes
15 Jul – 12 Aga
Yi$684 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thonon-les-Bains
Studio face au centre thermal
6 Feb – 6 Mat
Yi$741 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThonon-les-Bains

Port de Thonon les Bainsbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Château de Ripaillebayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lidlbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cine Lémanbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shopping Lemanbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Grand Frais Thonon-Les-Bainsbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.