Iindawo Zokurenta Inyanga eZeltingen-Rachtig

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zeltingen-Rachtig
iloft yale mihla esandul 'ukulungiswa - MOSELGLÜCK-
4 Epr – 2 Mey
Yi$2 413 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zeltingen-Rachtig
I-Cuddly Mosel Apartment yabathandi & Amantombazana
27 Dis – 24 Jan
Yi$2 691 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zeltingen-Rachtig
iflethi okanye indlu ekwicomplex esandul 'ukulungiswa - WOLKщURM-
5 Jan – 2 Feb
Yi$2 551 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Erden
Indlu esemaphandleni etofotofo kwindawo eyenza iwayini endala
18 Jun – 16 Jul
Yi$1 655 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseZeltingen-Rachtig

Brauhaus Kloster Machernbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Zeltinger Hofbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hotel Nicolay 1881bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.