Iindawo Zokurenta Inyanga eZollino

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Carpignano Salentino
indawo yokuhlala ezimeleyo kwindlu esefama
26 Feb – 26 Mat
Yi$1 628 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Martano
Indawo Eqeshisayo Yeholide - Imigaqo
12 Nov – 10 Dis
Yi$679 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-49
Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Soleto
I-cambera oyifundayo i-Ucciu
10 Aga – 7 Sep
Yi$2 168 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-45
Ithandwa zindwendwe
Oorontawuli baseItali e-Sternatia
I-trullo Casolare Lu Potu eqhelekileyo
24 Okt – 21 Nov
Yi$4 223 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-42

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Italy
  3. Apulia
  4. Zollino
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga